2 Samuel 5:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Davide ebeyiminyaka imashumi matatu ubudala bake, akuba ngukumkani; wapata ubukumkani iminyaka yamashumi mane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide ubeminyaka imashumi mathathu ezelwe, ukwenziwa kwakhe ukumkani; waba neminyaka emashumi mane engukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide ubeminyaka imashumi mathathu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mane engukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuqala kwakhe ukulawula uDavide wayemashumi mathathu ubudala. Ulawule iminyaka engamashumi amane.