2 Samuel 6:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WABUYA wahlanganisa u‐Davide bonke abanyuliweyo bakwa‐Sirayeli, bengamawaka amashumi matatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku wabuya wabahlanganisa uDavide bonke abahleliweyo bakwaSirayeli: amashumi amathathu amawaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wabahlanganisa uDavide bonke abanyulwa bakwaSirayeli, amashumi amathathu amawaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uDavide waphinda wabiza awona magorha omkhosi wakwaSirayeli, amashumi amathathu amawaka ewonke,