2 Samuel 6:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndandiya kudeleka ngakumbi pezu kwoku, ndibe yinto etobekileyo emehlweni am; napakati kwezicakakazi obuteta ngazo, pakati kwazo ndiya kubekeka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndisaya kudeleka kunoko, ndithobeke emehlweni am; ke abakhonzazana othethe ngabo, ndisaya kuzukiswa ngabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuba lisikizi ngaphezu koko, ndibe mncinane emehlweni am; neempelesi ozithethileyo, ndozukiswa zizo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
yaye ndizimisele ukuqhubela phambili ukuba ngothobekileyo. Ungandidela wena, kodwa zona ezaa zicakazana zamantombazana zindihloniphile.”