2 Samuel 6:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako u‐Mikali, intombi ka‐Saule, wayengenamntwana kwada kwakuwo umhla wokufa kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uMikali intombi kaSawule akabanga namntwana kwada kwangumhla wokufa kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uMikali intombi kaSawule akabanga namntwana kwada kwayimini yokufa kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Intombi kaSawule uMikali ayizange ibe nanzala de kwayimini yokufa kwayo.