2 Samuel 6:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yandula ingqumbo kayehova yavuta ngakuye u‐Huza; waye utixo wambeta kona ngenxa yesiposo eso; waza wafa kwa kona ngasetyeyeni katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavutha umsindo kaYehova ku-Uza; uThixo wambetha khona, ngenxa yemasi elo, wafela khona ngasetyeyeni kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavutha umsindo kaYehova kwaUsa; uThixo wamohlwaya khona ngenxa yobugwenxa bakhe; wafela khona phambi kwetyeya kaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wavutha umsindo kaNdikhoyo ngaku-Uza ngenxa yeso senzo sakhe sokungahloniphi. Ke uThixo wambetha u-Uza wafela apho ngakuloo tyesi kaThixo.