2 Samuel 6:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Davide wamoyika uyehova ngalomini, wayesiti: Yotiwa nina ukuza kum ityeya kayehova?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wamoyika uYehova ngaloo mini, wathi, Yothini na ukuza kum ityeya kaYehova?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wamoyika uYehova ngaloo mini, wathi, Yothini na ukuza kum ityeya kaYehova?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangenwa kukumoyika uNdikhoyo ngaloo mini uDavide, wathi: “Yaz'ba ingeza njani na kum ityesi kaNdikhoyo?”