2 Samuel 7:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna ndiya kuba nguyise kuye, naye woba ngunyana kum. Ukuba uyenza ngobugwenxa, ndiya kumohlwaya ngoswazi lwabantu, nangezibeto zonyana babantu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndiya kuba nguyise wakhe, yena abe ngunyana wam;endothi ebugwenxeni bakhe, ndimohlwaye ngentonga yabantu, nangobetho loonyana baka-Adam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndiya kuba nguyise kuye, yena abe ngunyana wam; Ukuba uthe wenza ububi, ndombetha ngentonga yabantu, nangentonga yoonyana baka-Adam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndiya kuba nguyise kuye, yena abe ngunyana wam, xa onile abantu ndiya kubenza intonga endimohlwaya ngabo nemivumbo endimbetha ngabo.