2 Samuel 7:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ububele bam abuyi kumka kuye, njengokuba bendibususa ku‐Saule, lowo bendimsusa kwa pambi kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yona inceba yam ayiyi kusuka kuye, njengoko ndayisusayo kuSawule, endimsusileyo ebusweni bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yona inceba yam ayiyi kumka kuye, njengoko ndayisusayo kuSawule, endimsusileyo ebusweni bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inceba yam ayisayi kuze ishenxe kuye njengokuba ndênjenjalo kuSawule endamsusa esihlalweni ukuze kungene wena.