2 Samuel 7:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba kunqabile indlu yako nobukumkani bako kude kube ngunapakade pambi kwako: iterone yako iya kuqiniswa kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iya kuqina indlu yakho nobukumkani bakho kude kuse ephakadeni phambi kwakho; itrone yakho iya kuqiniseka kude kuse ephakadeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indlu yakho nobukumkani bakho buya kuma ngonaphakade phambi kwakho; Itrone yakho iya kuzinza ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlu yakho ndiya kuyizinzisa, ubukumkani bakho buhlale buhleli, ulawulo lwakho luhlale ngonaphakade.’ ”