2 Samuel 7:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinto nina angasalekela u‐Davide ukuyiteta kuwe? ngokuba wena, Nkosi, Yehova! usazi isicaka sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Angabuya abe esathetha ntoni na ke uDavide kuwe? Wena uyamazi umkhonzi wakho, Nkosi yam Yehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wobuya athini na ke uDavide kuwe? ngokuba wena, Nkosi yam Yehova, uyamazi umkhonzi wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mandithini, mna Davide, ukuthetha nawe, Nkosi yam Ndikhoyo? Kaloku uyabazi ubunjani besicaka sakho.