2 Samuel 7:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yelizwi lako, nangokweyako intliziyo, wenzile zonke ezizinto ezinkulu, ukuba uzazise kuso isicaka sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yelizwi lakho, nangokwentliziyo yakho, ubenzile bonke obo bukhulu, ukuba ubazise umkhonzi wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yelizwi lakho nangokwentliziyo yakho wenze zonke ezi zinto zinkulu, ukuze umkhonzi wakho azazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yelizwi lakho nangokokuthanda kwakho wenze le nto inkulu kangaka, ngenxa yesithembiso nobubele bakho, waza wayazisa kwisicaka sakho.