2 Samuel 7:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuziqinisela abantu bako o‐Sirayeli ukuba ngabantu bako kude kube ngunapakade; nawe, Yehova! waba ngutixo wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uziqinisele abantu bakho amaSirayeli, ukuba babe ngabantu kuwe kude kuse ephakadeni; wena, Yehova, waba nguThixo kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uqinise abantu bakho amaSirayeli, ukuba babe ngabantu bakho kude kuse ephakadeni; wena Yehova waba nguThixo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubazinzisile abantu bakho amaSirayeli, wabenza bangabakho ncakasana ngonaphakade. Wena ke, Ndikhoyo, waba nguThixo wabo.