2 Samuel 7:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku, Nkosi, Yehova! wena unguye utixo, namazwi ako ayinyaniso; nezizinto ezilungileyo uzitetile ngaso isicaka sako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku, Nkosi yam Yehova, unguye uThixo; namazwi akho aya kuba yinyaniso. Uthethe oko kulungileyo kumkhonzi wakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku, Nkosi yam Yehova, unguye uThixo wena, namazwi akho ayinyaniso;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nkosi yam Ndikhoyo, wena unguThixo, yaye amazwi akho athembekile. Isicaka sakho usenzele esi sithembiso sihle kangakanana.