2 Samuel 7:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Natane wati kukumkani: Hamba, ukwenze konke okusentliziyweni yako; ngokuba uyehova enawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uNatan kukumkani, Konke okusentliziyweni yakho, hamba uye ukwenze; ngokuba uYehova unawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uNatan kukumkani, Konke okusentliziyweni yakho, hamba uye ukwenze; ngokuba uYehova unawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNatan wathi kukumkani: “Nantoni na oyicingayo qhubela phambili uyenze, kuba uNdikhoyo unawe.”