2 Samuel 8:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuwo ama‐Siriya, nakuwo ama‐Mowabi, nakulo usapo luka‐Hamoni, nakuwo ama‐Filistiya, nakuwo ama‐Amaleki, nakuwo amaxoba ka‐Hadadezere, unyana ka‐Rehobi, ukumkani we‐Tsoba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuma-Aram, nakumaMowabhi, nakoonyana baka-Amon, nakumaFilisti, nakuma-Amaleki, nakumaxhoba kaHadadezere unyana kaRehobhi, ukumkani weTsobha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuma-Aram, namaMowabhi, noonyana baka-Amon, namaFilisti, nama-Amaleki, namaxhoba kaHadade-Ezere, unyana kaRehobhi, ukumkani waseTsobha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ama-Aram, amaMowabhi, ama-Amon, amaFilistiya, kunye nama-Amaleki. Wanikezela nangamaxhoba awawathimba kukumkani waseZobha uHadadizere unyana kaRehobhi.