2 Samuel 8:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Jowabi unyana ka‐Tseruya wabepezu kwomkosi; no‐Yehoshafate unyana ka‐Ahilude ebengumkumbuzi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uYowabhi, unyana kaTseruya, wayephethe umkhosi;noYehoshafati, unyana ka-Ahiludi, wayengumkhumbuzi wezinto zakomkhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYowabhi, unyana kaTseruya, ubephethe umkhosi; nguYoshafati unyana ka-Akiludi, obephethe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJowabhi, unyana kaZeruya, wayeyinjengele yomkhosi, uYoshafati, unyana ka-Ahilude, engumthathi-manqaku.