2 Samuel 9:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani wati kuye: Upina yena? Wati u‐Tsiba kukumkani: Bona ke, usendlwini ka‐Makire, unyana ka Hamiyeli, e‐Lo‐debare.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kuye, Uphi na? Wathi uTsibha kukumkani, Nankuya endlwini kaMakire unyana ka-Amiyeli, eLodebhare.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kuye, Uphi na? Wathi uTsibha kukumkani, Nantsiya iLodebhare endlwini kaMagire, unyana ka-Amiyeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathi kuye: “Uphi apho akhoyo?” UZibha wathi kukumkani: “Uhlala kwaMakire, unyana ka-Amiyeli, eLodebhare.”