2 Samuel 9:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula watuma ukumkani u‐Davide, wamtabata endlwini ka‐Makire, unyana ka‐Hamiyeli, e‐Lo‐debare.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathumela ke ukumkani uDavide, wamthabatha endlwini kaMakire unyana ka-Amiyeli, eLodebhare.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathumela ukumkani uDavide ukuba amthabathe endlwini kaMagire unyana ka-Amiyeli, eLodebhare.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukumkani uDavide wamsusa uMefibhoshete endlwini kaMakire unyana ka-Amiyeli eLodebhare.