2 Thessalonians 1:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
okuya iya kufika ukuza kwenzelwa ubungcwalisa kubangcwele bayo, nokutelwa nqa kubo bonke abakolwayo, (kuba bekukolwa kuko ukunqina kwetu kuni,) emhleni lowo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
xa ithe yeza kuzukiswa kubangcwele bayo, imangaliseke kubo bonke abakholwayo (ngokuba nakholwa bubungqina bethu kuni), ngaloo mini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa ithe yeza kuzukiswa kubangcwele bayo, imangaliseke kubo bonke abakholwayo (ngokuba nakholwa bubungqina bethu kuni), ngaloo mini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ngaloo mini iya kuba ize kunikwa imbeko ngabayo, bayinqule bonke abakholwayo. Iya kuba njalo ke nakuni, kuba nani nakholwa ludaba endaniphathela lona.