2 Thessalonians 1:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
oku sisiboniso sokugweba okulungileyo kukatixo, nize nibalwe ukuba nifanele ubukumkani bukatixo, enivayo intlungu ngenxa yabo kanjalo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
umbonakaliso ke lowo womgwebo onobulungisa kaThixo, ukuze nibalelwe ekuthini nibufanele ubukumkani bukaThixo, enithi ngenxa yabo nive nokuva ubunzima;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguwo lowo umbonakalaliso womgwebo onobulungisa kaThixo, ukuze nibalelwe ekuthini nibufanele ubukumkani bukaThixo, enithi ngenxa yabo nive nokuva ubunzima;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke ke loo nto ibonakalisa ukuba uThixo ugweba kakuhle. Kaloku ngenxa yezi nkxwaleko nizithweleyo uThixo uya kunenza nikufanele ukulawulwa nguye.