2 Thessalonians 2:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nakuyo yonke inkohliso yokungalungi kubo abo babubayo: ngenxa yokuba bengalwamkelanga utando lwenyaniso ukuze basindiswe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nangako ukulukuhla konke kokungalungisi kwabo batshabalalayo; ngenxa enokuba bengakwamkelanga ukuyithanda inyaniso, ukuze basindiswe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nangako ukulukuhla konke kokungalungisi kwabo batshabalalayo; ngokuba bengakwamkelanga ukuyithanda inyaniso, ukuze basindiswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kubekho zonke iintlobo zolahlekiso ezinokwenziwa bububi kwabo baya kwantshabalalo. Ewe, baya kutshabalala, kuba kaloku bona abalwamkelanga uthando lukaKrestu nenyaniso yakhe, ukuze basindiswe.