2 Thessalonians 2:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba bagwetywe bonke abati abakolwa yinyaniso, batanda ukungalungi kanti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze bagwetywe bonke abangakholwanga yiyo inyaniso, basuka bakholiswa kuko ukungalungisi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze bagwetywe bonke abangakholwanga yiyo inyaniso, basuka bakholiswa kuko ukungalungisi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yale nto ke bonke abangayamkelanga inyaniso, abasuke bavuyela ukuxhamla isono, baya kugwetywa.