2 Thessalonians 2:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa yona ngokwayo inkosi yetu u‐Yesu Kristu, naye utixo nobawo wetu, owasitandayo, wa si nika ulwonwabiso olungunapakade netemba elilungileyo ngofefe,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, iNkosi yethu uYesu Kristu ngokwayo, noThixo uBawo wethu owasithandayo, wasinika intuthuzelo engunaphakade, nethemba elilungileyo ngobabalo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku iNkosi yethu uYesu Kristu ngokwayo, noThixo uBawo wethu owasithandayo, ngobabalo wasinika intuthuzelo engunaphakade, nethemba elilungileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yanga iNkosi yethu uYesu Krestu ngenkqu noThixo uBawo wethu, owasithandayo, ngesisa sakhe wasinika ukukhuthala nethemba eliyokozelayo,