2 Thessalonians 2:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku oko kubambayo niyakwazi, ukuze kutyilwe yena kwelake ixesha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nangoku niyakwazi okubambezelayo, ukuze atyhileke ngelakhe ixesha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nangoku niyakwazi okubambezelayo, ukuze atyhileke ngelakhe ixesha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokunjalo nani niyayiqonda into embambileyo ukuba angaveli phambi kwexesha elimisiweyo.