2 Thessalonians 2:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba yona imfihlakalo yokukohlakala isel’ isebenza: kuko kodwa obambayo ngoku ade asuswe endleleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba imfihlelo yokuchasana nomthetho iselisebenza; kodwa kulindwe ukuba ade lowo ubambezelayo ngoku asuswe kanye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba imfihlelo yokuchasana nomthetho iselisebenza;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba selekho kambe amandla enkohlakalo asebenza ngokufihlakeleyo. Ewe, asebenza ngokufihlakeleyo okwangoku, elinde ukuba ade emke lowo umbambezeleyo.