2 Thessalonians 2:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
okufika kungokwokusebenza kuka‐Satane kuwo onke amandla nemiqondiso nemimangaliso yobuxoki,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwalowo, ukufika kungokokusebenza kukaSathana, ngayo imisebenzi yonke yamandla, nemiqondiso, nezimanga zobuxoki,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ukufika kwakhe kungokokusebenza kukaSathana, ngayo yonke imisebenzi yamandla, nemiqondiso, nezimanga zobuxoki,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukufika kwalo mchasi-mthetho ngumsebenzi kaSathana; yaye uya kuphelekwa yimisebenzi yamandla nemiqondiso nemimangaliso yenkohliso,