2 Thessalonians 3:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
OKO kuseleyo, bazalwana! sitandazeleni, ukuba ilizwi lenkosi libe nokuhamba nokudunyiswa, njengokuba linjalo nakuni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elokugqiba, sithandazeleni, bazalwana, ukuba ilizwi leNkosi likhawuleze, lizukiswe, njengoko lenjenjalo nakuni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elokugqiba, sithandazeleni, bazalwana, ukuba ilizwi leNkosi likhululeke, lizukiswe, njengoko lenjenjalo nakuni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiphetha ngelithi ke, mawethu, sithandazeleni, khon' ukuze ilizwi lodaba lweNkosi likhawuleze ukunwenwa kuzo zonke iindawo, nokuze linikwe imbeko nanjengoko kwaba njalo phakathi kwenu.