2 Thessalonians 3:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba naxeshekweni sibe sinani, sasiniyalela kwa lento yokuti, ukuba kuko ongatandi ukusebenza, makangadli kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba naxenikweni besikuni, sanithethela ngelithi, Ukuba umntu akathandi kusebenza, makangadli nokudla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba naxenikweni besikuni, sanithethela ngelithi, Ukuba umntu akathandi kusebenza, makangadli nokudla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ndandithe kuni: “Umntu olinqenerha makangaphiwa kutya.”