2 Thessalonians 3:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba sisiva ukuba bako inxenye behamba pakati kwenu ngobugaxagaxa, bengasebenzi luto, koko bezifaka ezintweni ezingezezabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba siyeva ukuba inxenye phakathi kwenu ihamba ngokunxaxha, ingasebenzi nento, izifaka kwizinto zabanye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba siyeva ukuba inxenye phakathi kwenu ihamba ngokunxaxha, ingasebenzi nento, izifaka kwizinto zabanye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le ntetho ndiyenziswa kukuba ndive ukuba abanye kuni bahlala ngokungakhathali. Akukho nto bayenzayo ngaphandle nje kokuzifaka kwimicimbi yabanye abantu.