2 Thessalonians 3:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba kuko umntu ongevayo ilizwi letu ngayo lencwadi, gqalani lomntu, ningakolani naye, ukuze enzelwe intloni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke kukho bani ungalilulameliyo ilizwi lethu ngencwadi le, mqondeni lowo, ningazidibanisi naye, ukuze adane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke kukho bani ungalilulameliyo ilizwi lethu ngencwadi le, mqondeni lowo, ningazidibanisi naye, ukuze adane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungenzeka kubekho othe kanti uyayidela le miyalelo yale ncwadi. Ukuba ke kuthe kanti kunjalo, mqapheleni loo mntu, nimbukule phakathi kwenu, ade asidanele isimilo sakhe.