2 Thessalonians 3:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umbuliso wam Paulusi ngesam isandla, okungumqondiso kuzo zonke incwadi: kunjalo ukubala kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umbuliso ngesam isandla, mna Pawulos. Nguwo lowo umqondiso kuzo zonke iincwadi; ndenjenjalo ukubhala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umbuliso ngesam isandla, mna Pawulos. Nguwo lowo umqondiso kuzo zonke iincwadi; ndenjenjalo ukubhala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibhala ngesam isandla. Nasi ke isandla sam: Ndiyabulisa mna Pawulos.