2 Thessalonians 3:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba sihlangulwe ebantwini abasangeneyo abakohlakeleyo; ngokuba ukolo lungenabo bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nokuba sihlangulwe ebantwini abangendawo, abakhohlakeleyo;kuba ukholo alubantwini bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nokuba sihlangulwe ebantwini abangendawo, abakhohlakeleyo; kuba ukholo alubantwini bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nam nindithandazele ukuze ndihlangulwe kubantu abakhohlakeleyo abanobuqhokolo. Kaloku asingabo bonke abantu abalwamkelayo udaba lweNkosi.