2 Thessalonians 3:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngokwenu nisazi ukuba nifanele ukuti nina ukusilandela: kuba sasingahlali ngobugaxagaxa pakati kwenu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba niyazi ngokwenu, ukuba nimelwe kukuthini na ukusilinganisa; ngokuba asinxaxhanga phakathi kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba niyazi ngokwenu, ukuba nimelwe kukuthini na ukusilinganisa; ngokuba asinxaxhanga phakathi kwenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nazi mhlophe ukuba nina nimelwe kukuhamba ekhondweni lam. Mna bendingavilaphi phakathi kwenu.