2 Timothy 1:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yanga ingati inkosi inike ububele kwindlu ka‐Onesiforo; kuba futi wandonwabisa, engabanga nantloni ngawo umxokelelwane wam kanjalo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yanga iNkosi ingayenzela inceba indlu kaOnesiforo; ngokuba kwaba futhi endiphumza, akaba nazintloni nguwo umxokelelwane wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iNkosi mayiyenzele inceba indlu kaOnesiforo; ngokuba kwaba futhi endiphumza, akaba nazintloni nguwo umxokelelwane wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa usapho lwakwaOnesiforo lona uThixo unga angalenzela inceba. Kaloku yena wandinceda kaninzi-ninzi xa ndandineengxaki. Zange yena abe nazintloni ngokundihambela entolongweni.