2 Timothy 2:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Linyanisekile elilizwi: Ukuba ke safa kunye na ye, siya kubudla ubomi kunye na ye kanjako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lithembekile ilizwi eli: Kuba xa safa naye, sodla ubomi kwandawonye naye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lithembekile ilizwi eli lithi, Kuba xa safa naye, sodla ubomi kwandawonye naye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athembekile la mazwi athi: “Ukuba sife simanyene naye, sodla ubomi kwakunye naye.