2 Timothy 2:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba siyanyamezela, siya kupata ubukosi kunye na ye kanjako: ukuba siya m kanyela, naye lowo wosikanyela tina:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba siyanyamezela, solawula kwandawonye naye; ukuba siyamkhanyela, naye wosikhanyela;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba siyanyamezela, solawula kwandawonye naye; ukuba siyamkhanyela, naye wosikhanyela;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba siyanyamezela, soxhamla ukulawula kwakunye naye. Ukuba siyamkhanyela, naye wosikhanyela.