2 Timothy 2:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ba kumbuze ezizinto, u ba yala kunene nje pambi kwenkosi ukuba bangapikisani ngamazwi, okungenakunceda nganto, kube kukweyeliselwa kwabevayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakhumbuze ezo zinto, uqononondise emehlweni eNkosi, ukuba kungenziwa mfazwe yamazwi angancedi lutho, kuze kubhukuqeke abaphulaphuli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhumbuze ezo zinto, uqononondise emehlweni eNkosi, ukuba kungenziwa mfazwe yamazwi okungancedi lutho, kuze kubhukuqeke abaphulaphuli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hlala ubakhumbuza abantu, ubalumkise phambi koThixo, bangenzi zingxoxo zixabanisayo, kuba azakhi, koko ziyabenzakalisa abaphulaphuli.