2 Timothy 2:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukubadaza okungengcwele kunxweme: ngokuba beya kuhambisa ngento enkulu ngakumbi ekungabedeshini;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke zona iintetho ezingento, ezihlambelayo, zinxweme; kuba ziya kuhambela phambili kokukhona kungahloneli Thixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke zona iintetho ezingento, ezihlambelayo, zinxweme; kuba ziya kuhambela phambili kokukhona kungahloneli Thixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sukungena kwiincoko ezilambathayo zeli phakade, kuba abo bangena kuzo baya bechasela kuThixo.