2 Timothy 2:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni ngoko umntu azihlambululayo kwezi, uya kuba yimpahla yokubekwa, yenziwe ngcwele, nenokunceda kunene kumninindlu, ilungiselwe yonke imisebenzi elungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ngoko umntu uthe wazikhuphulula kwezo zinto, woba sisitya sembeko, singcwalisiwe, simlungele kakuhle umninindlu, silungiselwe wonke umsebenzi olungileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke umntu uthe wazikhuphulula kwezo zinto, woba sisitya sembeko, singcwalisiwe, simlungele kakuhle umninindlu, silungiselwe wonke umsebenzi olungileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba umntu uyazikhwebula ekungcoleni abe nyulu, uya kuxabiseka, iNkosi yakhe ibe nako ukumsebenzisa nakuwuphi na umsebenzi omhle.