2 Timothy 2:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo isicaka senkosi asifanele ukupika; koko sifanele ukuti sibe sinokutamba ngakubo bonke, silungele ukufundisa, sinyamezela ububi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke umkhonzi weNkosi akamele kulwa; umele ukuba nokuthantamisa kubantu bonke, enokufundisa, enyamezela ububi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke umkhonzi weNkosi akamele kusukuzana; kodwa abe nokuthantamisa kubo bonke, enokufundisa, enomonde;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isicaka seNkosi asifanele kulwa, koko sifanele ukuba nobubele kubantu bonke. Sifanele ukuba nemfundiso, sinomonde,