2 Timothy 2:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni kanjako kulwayo umntu ezindlalweni, akafakwa isitsaba xeshekweni angalwanga ngokwomteto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nakuba ke ubani esithi azame emdlalweni, akathweswa sithsaba, ukuba akathanga azame ngokomthetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nakuba ke ubani esithi azame emdlalweni, akathweswa sithsaba, ukuba akathanga azame ngokomthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona imbaleki ayinako ukuthiwa jize ngembasa ingayithobeli imigaqo.