2 Timothy 3:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena kodwa hlala kwezonto uzifundileyo noziqiniselweyo, usazi nje lowo wazifunda kuye;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke wena yima ezintweni owazifundayo, waqiniselwa kuzo, umazi owazifunda kuye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena ke, hlala kwizinto owazifundayo, waqiniseka ngazo, ukuba wazi ukuba ufunde kubani na;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wena yayamana rhoqo neenyaniso ozifundileyo waqinisekiswa ngazo. Khumbula ukuba uzifunde kubani na.