2 Timothy 3:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abantu beya kuba ngabazitandayo, abatanda imali, abazidlayo, abaqanqalazayo, abagxeki, abangevayo abazali, abangenakubulela, abangenabungcwele,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abaqhankqalazi, abakratshi, abanyelisi, abangeva bazali,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, ababawayo, abaqhayisi, abanekratshi, abanyelisi, abangeva bazali, abangenambulelo, abangengcwele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu baya kuba ngabathandi beziqu zabo, bathande imali, bezigwagwisa, bengoozwi-labo. Baya kunyelisa, bangathobeli bazali, bengabuleli, beluchasa unqulo,