2 Timothy 3:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku njengokuba u‐Jane no‐Jambere bebemelana no‐Mosesi, kwa njalo nabo aba bayamelana nenyaniso; abantu abaluvo lwonakele kanye, bengabaliwayo ngalo ukolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwangolo hlobo ke, bathi ooYanes noYambres bamchasa uMoses, ngokunjalo nabo aba bayayichasa inyaniso. Bangabantu abonakele iingqiqo, abangenakucikideka ngakulo ukholo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwangolo hlobo ke, bathi ooYanes noYambres bamchasa uMoses, ngokunjalo nabo aba bayayichasa inyaniso. Bangabantu abonakele iingqiqo, abangenakucikideka ngakulo ukholo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu abanje bayayichasa inyaniso kwanjengokuba uJanes noJambres bamchasayo uMosis. Aba bantu abakwazi ukuqiqa, futhi ukholo lwabo luphuthile.