2 Timothy 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuloko bengayi kuhambisa ngento enkulu ngakumbi; ngokuba ubugeza babo buya kubonakala kubo bonke kwa sekuhleni, njengokuba nobabo abo bebunjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abayi kuhambela phambili ngakumbi; kuba ukungabi nangqiqo kwabo kuya kubonakala kubantu bonke, njengokuba kwaba njalo okwabaya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abayi kuhambela phambili ngakumbi; kuba ukungabi nangqiqo kwabo kuya kubonakala kubantu bonke, njengokuba kwaba njalo okwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abasoze bahambele ndawo, kuba ububhanxa babo buya kubonakala nakubani na kwanjengokuba kwaba njalo nakubachasi bakaMosis.