2 Timothy 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya ku yala kunene ngoko pambi kwotixo, na pambi kwenkosi u‐Yesu Kristu, oya kugweba abahleliyo nabafileyo ekubonakaleni kwake na sekufikeni kwobukumkani bake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyaqononondisa mna ngoko emehlweni kaThixo, neNkosi yethu uYesu Kristu, oza kugweba abaphilileyo nabafileyo, kwanangokubonakala kwakhe nobukumkani bakhe:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyaqononondisa mna ngoko emehlweni kaThixo, neNkosi yethu uYesu Kristu, oza kugweba abaphilileyo nabafileyo, kwanangokubonakala kwakhe nobukumkani bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyakuyala phambi koThixo noYesu Krestu oza kugweba abahleliyo nabafileyo, xa afikayo eze kulawula.