2 Timothy 4:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oyena mlumkele nawe; ngokuba emelene namazwi etu kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mlumkele nawe; kuba wawachasa kunene amazwi ethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mlumkele nawe; ngokuba wawachase kunene amazwi ethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nawe kungakuhle umlumkele. Wayendiphikisa kakhulu kuyo yonke into endiyithethayo.