2 Timothy 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa inkosi yema ngakum, yandomeleza; ukuze intshumayelo iti ngam ikolise ukufezwa, nokuba bonke abaheyideni babe nokuva: kanjako ndahlangulwa emlonyeni wengonyama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ke iNkosi yandinceda, yandomeleza; ukuze ngam uvakaliso lweendaba ezilungileyo luzaliseke, neentlanga zonke zive; ndaza ndahlangulwa emlonyeni wengonyama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noko ke iNkosi yandinceda, yandomeleza; ukuze ngam uvakaliso lweendaba ezilungileyo luzaliseke, neentlanga zonke zive; ndaza ndahlangulwa emlonyeni wengonyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
INkosi yaba nam, yandomeleza phezu koko. Ndaba nako ukuzishumayela iindaba zayo ezimnandi, abantu beentlanga zonke bephulaphule. Yandihlangula emlonyeni wengonyama.