2 Timothy 4:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba mna ndise ndinokutululwa, nexesha lokunduluka kwam likufupi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba mna sendithululwa ngokomnikelo; nalo ixesha lokunduluka kwam likufuphi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba mna sendithululwa ngokomnikelo; nalo ixesha lokunduluka kwam likufuphi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okokwam ke mna, ubomi bam sebuphalazwa njengedini; nexesha lam lokunduluka selisongekile.