3 John 1:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndavuyayo kunene, bakuti abazalwana bafika banqi̔nela inyaniso yako, kwa njengokuba uhamba wena enyanisweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndavuya kunene, bakufika abazalwana, bangqina ngenyaniso ekuwe, njengokuba wena uhamba enyanisweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ndavuya kunene, bakufika abazalwana, bangqina ngenyaniso ekuwe, njengokuba wena uhamba enyanisweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndavuya gqitha xa kwakufika amawethu endixelela ngendlela othe ngcembe ngayo enyanisweni – njengoko uhlala usenza kakade.